Utsho uYehova ukuthi, Báfumana bubi buní na kum ooyihlo, le nto bákhwelela kude kum, balandela izinto ezingento, baba yinto engeyakonto?