Uyabona ke, mna ndikwenza namhla umzi onqatyisiweyo, intsika ýesinyithi, udonga lobhedu kulo lonke ilizwe, lokumkani bakwaYuda, nakubathetheli balo, kubabingeleli balo, nakubantu belizwe.