1. Abo ke bawutywinayo: nguNehemiya irhuluneli, unyana kaHakaliya, noZedekiya,
2. noSeraya, noAzariya, noYeremiya,
3. noPashure, noAmariya, noMalekiya,
4. noHatushe, noShebhaniya, noMaluki,
5. noHarim, noMeremoti, no-Obhadiya,
6. noDaniyeli, noGineton, noBharuki,
7. noMeshulam, noAbhiya, noMiyamin,
8. noMahazeya, noBhilegayi, noShemaya; abo ngababingeleli.
9. AbaLevi: nguYeshuwa unyana ka-Azaniya, noBhinwi koonyana bakaHenadade, noKademiyeli.
10. Nabazalwana babo: nguShebhaniya, noHodiya, noKelita, noPelaya, noHanan,