Bathi, Musani ukuwisa intetho, bewisa intetho; ukuba àbathe bawisa intetho kubo abo, akayi kubuya umva amahlazo.