Akwaba uYehova angamnqamla, kwindoda ekwenzayo oko, lowo ulindayo naló usabelayo ezintenteni zakwaYakobi, nozisa iminikelo kuYehova wemikhosi.