Ndazizolisa kwada kwasa; njengengonyama, wénjenjalo ukuwaphula onke amathambo am.Ùya kundigqibela ngosuku olunye.