AmaYiputa angabantu, àkaThixo; amahashe awo ayinyama, àkamoya; ukuba uYehova angásolula isandla sakhe, wokhubeka umncedi, awe umncedwa, baphele kunye bonke.