Xa wasibonayo uEfrayim isifo sakhe, uYuda walibona inxeba lakhe; uEfrayim wesuka waya eAsiriya, wathumela kukumkani uYarebhi.* Akaba nako ukuniphilisa, akaba nako ukuninceda kwinxeba lenu.