2. abeza noZerubhabheli, noYeshuwa, noNehemiya, noSeraya, noRehelaya, noMordekayi, noBhileshan, noMispare, noBhigwayi, noRehum, noBhahana. Inani lamadoda abantu bakwaSirayeli:
3. oonyana bakaParoshe ibingamawaka amabini, anekhulu elinamanci asixhenxe anababini.
4. Oonyana bakaShefatiya ibingamakhulu amathathu,
5. anamanci asixhenxe anababini. Oonyana baka-Ara ibingamakhulu asixhenxe, anamanci asixhenxe anabahlanu.
6. Oonyana bakaPahati wakwaMowabhi, koonyana bakaYeshuwa noYowabhi, ibingamawaka amabini anamakhulu asibhozo, aneshumi elinye elinababini.
7. Oonyana bakaElam ibiliwaka elinamakhulu amabini, anamanci mahlanu anabané.