Wathi ukumkani kuye, Ùnandawoni na, kumkanikazi Estere? ùfuna ntoni na? woyinikwa kude kube sesiqingatheni sobukumkani.