Wathi uMoses koonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen, Bayè emfazweni abazalwana benu, nihlale apha na nina?