Aya kumpompoza amanzi emiphandeni yakhe,Imbewu yakhe ingasemanzini amaninzi.Ukumkani wakhe makabe ngaphezulu koAgagi,Buziphakamise ubukumkani bakhe.