Wawabona amaKeni, wasusela ngomzekeliso wakhe, wathi,Liqinile ikhaya lakho;Indlu yakho imiswe eweni.