Bajika, benyuka ngendlela yaseBhashan.Waphuma uOgi, ukumkani waseBhashan, waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, ukuba kuliwe e-Edreyi.