Intamo yakho injengenqaba yophondo lwendlovu;Amehlo akho ngamachibi aseHeshbhon,Ngasesangweni layo, inabantu abaninzi;Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanonEbheke eDamasko.