Ndathi, Sendikhulule nengubo yam yangaphantsi; ndothini na ukubuya ndinxibe?Sendizihlambile iinyawo zam, ndothini na ukubuya ndizidyobhe?