Azi kuhle ukuncokolisa kwakho, dade wethu mtshakazi!Azi kumnandi ukuncokolisa kwakho ngaphezu kwewayini,Nevumba lamafutha akho ngaphezu kobulawu buphelele!