Njengondlunkulu ekuphapha-phaphazeleni kwakhe, njengenkonjane ekubalekeni kwayo,Kunjalo ukutshabhisa ngaphandle kwesizathu; akuyi kuphumelela ntweni.