Wathumela kubo ukuvutha komsindo wakhe,Ukuphuphuma kwawo, nokubhavuma, nembandezelo,Ibutho lezithunywa zobubi.