Mabangadani ngam abakuthembayo, Nkosi yam, Yehova wemikhosi;Mabangangcikivwa ngam abakufunayo, Thixo kaSirayeli.