Ke yena ukumkani uya kuvuya ngoThixo;Baya kuqhayisa abo bonke bafunga yena;Ngokuba úya kuvingcwa umlomo wabathetha ubuxokoi.