Bagqibé kwelokuba bamtyhale bamsuse ekuphakameni kwakhe kuphele;Bakholene namanga;Basikelela elowo ngomlomo, embilinini yabo bayatshabhisa. (Phakamisani.)