Ndiya kuphambukela ententeni yakho ngonaphade,Ndiya kuzímela ngesithe lamaphiko akho. (Phakamisani.)