Umphefumlo wam uphakathi kweengonyama;Ndiya kulala phantsi nabafutha umlilo,Oonyana babantu abamazinyo aziintshuntshe neentolo,Ulwimi lwabo lulikrele elibukhali.