Ndiya kubulela kuwe ngonaphakade, kuba ukwenzile oku;Ndiya kuthemba igama lakho, ngokuba lilungile, phambi kwabenceba bakho.