Kuya kwandula ukuba mnandi kuwe imibingelelo yobulungisa, amadini apheleleyo;Ziya kwandula ukunyuswa iinkunzi ezintsha zeenkomo esibingelelweni sakho.