Ùmhle wamhle ngaphezu koonyana babantu;Kugalelwe ubumnandi emlonyeni wakho;Ngenxa yoko úkusikelele uThixo wakho ngonaphakade.