Amanzi anzongonzongo abiza amanzi anzongonzongo ngesandi seengxangxasi zakho;Onke amaza akho alwayo, amaza akho agugumayo, adlule phezu kwam.