1. Ekudandulukeni kwam ndíphendule, Thixo wobulungisa bam;Embandezelweni yam wandenzela indawo ebanzi;Ndíbabale, uwuve umthandazo wam.
2. Nina, nyana babantu, kunini na uzuko lwam niluhlazisa,Ningxamele into engeyakonto, nithanda amanga? (Phakamisani.)