Ongayinikeliyo imali yakhe ukuba adle abantu ngayo,Ongenakugaqelwa ngaye omsulwa.Okwenzayo oko akayi kuza ashukunyiswe naphakade.