Ndiya kuqubuda ndibhekise etempileni yakho engcwele,Ndibulele kwigama lakho, ngenxa yenceba yakho, nangenxa yenyaniso yakho;Kuba ulikhulisile ilizwi lakho ngaphezu kwegama lakho lonke.