Iindumiso 130:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) Ezinzulwini ndinqula wena, Yehova, Ukuba uthe wabunqala ubugwenxa, Yehova,Ngubani na ongaba nokuma, Nkosi?