46. Wabafumanisa imfesanePhambi kwabo bonke abaye bebathimbile.
47. Sísindise, Yehova, Thixo wethu,Síbuthe ezintlangeni,Ukuze sibulele kwigama lakho elingcwele,Sizingce ngendumiso yakho.
48. Makabongwe uYehova, uThixo kaSirayeli,Kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni.Mabathi bonke abantu, Amen.Haleluya!