Baphalaza igazi elimsulwa,Igazi loonyana babo neleentombi zabo,Ábabingelela ngabo kwizithixo zakwaKanan;Lahlanjelwa ilizwe ngamagazi.