Egquguleni labo úze ungangeni umphefumlo wam,Nesikhungu sabo lungazibandakanyi uzuko lwam;Kuba ngomsindo wabo babulala amadoda,Ngokuzithandela kwabo bazinqumla imisipha iinkomo.