Ewe, ngasezibukweni leenqanawa,Icala lakhe lisingise eTsidon.UIsakare yinyathi ye-esile,Ulala phakathi kweentlanti.