Wathi umkhonzi kuye, Hi ke, àyavuma inkazana ukundilandela ukuza kweli lizwe, ndombuyisela na unyana wakho kwelo zwe wàphuma kulo wena?