Zamseza ke uyise iwayini nangobo busuku, yasuka encinane yalala naye; akayazanga yena ukulala kwayo nokuvuka kwayo.