Kananjalo akusayi kuthiwa igama lakho nguAbram;* igama lakho liya kuba nguAbraham,* ngokuba ndikwenzé uyise wengxokolo yeentlanga;