Sathi, Hagare, mkhonzazana kaSarayi, uvela phi na, usiya phi na? Wathi, Ndibaleké ndemka ebusweni bukaSarayi, inkosikazi yam.