Sathi isithunywa sikaYehova kuye, Yabona ùmithi; uya kuzala unyana, umthiye igama elinguIshmayeli,* ngokuba uYehova uzivile iintsizi zakho.