Lwaba mbombo-né, lwaphindwa, balwenza ubengo; ubuda balo baba ngangokolulwa kweminwe,* ububanzi balo baba ngangokolulwa kweminwe luphindiwe.