UBhetsaleli wayenza ityeya ngomngampunzi. Ubude bayo baba ziikubhite* zombini ezinesiqingatha, ububanzi bayo baba yikubhite enesiqingatha, ukuphakama kwayo kwayikubhite enesiqingatha.