bazinxibe uAron noonyana bakhe ekungeneni kwabo emnqubeni wokuhlangana, nasekusondeleni kwabo esibingelelweni, besiza kulungiselela engcweleni, bangathwali ubugwenxa bafe; ibe ngummiselo ongunaphakade kuye, nakwimbewu yakhe emva kwakhe.