Ingqalo yentlahlela yomhlaba wakho uze uyizise endlwini kaYehova uThixo wakho.Uze ungalipheki itakane ngobisi lonina.