Ukuba lithe alafunyanwa isela: umninindlu makasondezwe kuThixo,* afunge ukuba akayiphathanga impahla yommelwane wakhe lowo.