Yazala unyana, wamthiya igama elinguGershom,* kuba ubesithi, Ndingumphambukeli ezweni lolunye uhlanga.