Ukuba ùthe wayenza loo nto, waza wakuwisela umthetho uThixo, wòba nako ukuma, bathi naba bantu bonke bafike endaweni yabo benoxolo.