Lwathi utshaba,Ndiyasukela, ndiyafumana,Ndaba ixhoba, umxhelo wam uyazanelisa kubo;Ndirhola ikrele lam, síya kubagqogqa isandla sam.