Ngokufutha kwamathatha akho afunjwa amanzi,Yema njengemfumba imiqukuqela.Ajiya amanzi enzonzobila embilinini yolwandle.